Thursday, February 25, 2010

Izibhalo

Okwa ngoku ndisa bhala ngomboniso wefoto ezizakuba se Brodie/Stevenson Gallery ngoMatshi 2010. Andikayazi into endinoku thetha ngayo kodwa ndazi nto nye ukuba umboniso uzakuba semgangathweni ophezulu.

Thursday, February 11, 2010

Iindaba

I might be a possible candidate for the MTN new contemporaries entry and I have potential exhibit in Finland Helsinki in August. I am so excited about the news that I plan to make an effort to work even harder. Ndiyabulela ngokungazenziyo.

Monday, February 8, 2010

Ndingenele umboniso wase Senegal kwaye ndinxamele ukuya phesheya kolwandle. Ndifuna ukubona ezinye iindawo amazwe anje ngeBrithani eScotland or eWales ukuba amathuba ayavela.