Monday, April 5, 2010
spectre
Ndiza kuba nomboniso ngenyanga kaJuly eBroie/ Stevenson gallery. Ndinomboniso we camera eyakhiweyo eyi seven. Lemiboniso ingendima enxumana nezi porho kwakunye nomzimba wam jengomntu omnyama.
Saturday, March 6, 2010
eqongeni
Ndizokuma eqongeni ngolwesibini ndithetha phofu ngee foto zam nange dissertation yam. Pin-hole photographs look great and I am happy to say that the show at the Brodie/Stevenson will be great so I looking forward to that on July/August.
Thursday, February 25, 2010
Izibhalo
Okwa ngoku ndisa bhala ngomboniso wefoto ezizakuba se Brodie/Stevenson Gallery ngoMatshi 2010. Andikayazi into endinoku thetha ngayo kodwa ndazi nto nye ukuba umboniso uzakuba semgangathweni ophezulu.
Thursday, February 11, 2010
Iindaba
I might be a possible candidate for the MTN new contemporaries entry and I have potential exhibit in Finland Helsinki in August. I am so excited about the news that I plan to make an effort to work even harder. Ndiyabulela ngokungazenziyo.
Monday, February 8, 2010
Wednesday, January 6, 2010
I have been selected to the Spier Contemporary exhibit and there are just some technical issues that needs to be resolved. I have also been submitted work for the Da'Art exhibit which is great exposure for me and I am excited. I feel blessed for being part of a exhibit that showcases South Africa's top emerging artist.
Wednesday, November 4, 2009
Umhlola
Umhlola is the new series of images submitted for the Spier Contemporary exhibition 2010. Isizathu soku biza lamafoto ngeli gama ndithande indlela lomsebenzi omtsha udibene ngayo. Umhlola means to be embarrased or amazed it depends on the context. Lomsebenzi omtsha indlela ongayo kukuqonda umsebenzi wokuthwebula amafoto ajongene nobume bumntu onje ngam.
Kukho amanye amafoto athwebulwe ngaphandle kwestudiyo ajongene nendalo kawakunye nentsebenziswano phakathi komntu nendalo. La amafoto ajongene nemizekelo enjengomzimba njengomzekelo wesiqu. The body of work is an attempt to steer away from the previous series of images but I still make use of the same ideas in some of the images for example the white cloth.
Subscribe to:
Posts (Atom)